Duteronomi 32:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bona bazonakalisile ngokwabo;+Abangobantwana bakhe, bazizisele isiphako ngokwabo.+Basisizukulwana esigwenxa nesijijekileyo!+ 1 Kumkani 8:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe lotshaba elikufuphi okanye elikude;+
5 Bona bazonakalisile ngokwabo;+Abangobantwana bakhe, bazizisele isiphako ngokwabo.+Basisizukulwana esigwenxa nesijijekileyo!+
46 “Ukuba kunokwenzeka bakone+ (kuba akukho mntu ungoniyo),+ yaye ube nomsindo kubo uze ubanikele elutshabeni, baze abathimbi babo babathabathe njengabathinjwa babase kwilizwe lotshaba elikufuphi okanye elikude;+