Levitikus 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wandula wathi uMoses kuAron: “Sondela esibingelelweni uze wenze umnikelo wakho wesono+ nomnikelo wakho otshiswayo, uzicamagushele+ wena nendlu yakho; wenze umnikelo wabantu+ uze ubacamagushele,+ kanye njengoko uYehova eyalele.” Levitikus 16:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Woyisondeza uAron inkunzi yenkomo yomnikelo wesono, ongowakhe,+ azicamagushele+ yena+ nendlu yakhe.+ Hebhere 7:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)
7 Wandula wathi uMoses kuAron: “Sondela esibingelelweni uze wenze umnikelo wakho wesono+ nomnikelo wakho otshiswayo, uzicamagushele+ wena nendlu yakho; wenze umnikelo wabantu+ uze ubacamagushele,+ kanye njengoko uYehova eyalele.”
6 “Woyisondeza uAron inkunzi yenkomo yomnikelo wesono, ongowakhe,+ azicamagushele+ yena+ nendlu yakhe.+
27 Akuyomfuneko ngaye, njengoko kunjalo ngabo babingeleli bakhulu, ukuba anikele imibingelelo mihla le,+ kuqala ngenxa yezono zakhe+ kwanangenxa yezo zabantu:+ (kuba oku wakwenza kwaba kanye+ xa wazinikelayo+ yena ngokwakhe;)