IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 53:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Sonke siye sabhadula njengezimvu;+ siye sajika saya ngamnye endleleni yakhe; kwaye uYehova wasibalela kuye isiphoso sethu sonke.+

  • Marko 10:45
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Kuba kwanoNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe,+ kodwa ukuze alungiselele nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo+ ngenxa yabaninzi.”+

  • Hebhere 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 kodwa simbona uYesu, ohliswe kancinane kuneengelosi,+ ethweswe uzuko+ nembeko ngenxa yokubandezeleka ekufeni,+ ukuze ngobubele obungasifanelanga bukaThixo angcamle ukufa ngenxa yabantu bonke.+

  • Hebhere 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 kodwa kwicandelo lesibini ngumbingeleli omkhulu yedwa ongenayo kanye ngonyaka,+ kungekhona ngaphandle kwegazi,+ alinikela ngenxa yakhe+ nangenxa yezono ezenziwa ngabantu ngokungazi.+

  • Hebhere 9:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 wangena, kungekhona ngegazi+ leebhokhwe nelamathole eenkomo aziinkunzi, kodwa ngelakhe igazi,+ kwaba kanye kwindawo engcwele waza wasizuzela intlangulo engunaphakade.+

  • 1 Yohane 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+

  • ISityhilelo 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “Izibulo kwabafileyo,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+

      Kulowo usithandayo nowasikhululayo+ kwizono zethu ngegazi+ lakhe—

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share