Mateyu 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngoko ke uYesu wakhokelelwa entlango+ ngumoya ukuba ahendwe+ nguMtyholi. Luka 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke kaloku uYesu, ezele ngumoya oyingcwele, wemka eYordan, waza wajikeleza entlango eqhutywa ngumoya+
4 Ke kaloku uYesu, ezele ngumoya oyingcwele, wemka eYordan, waza wajikeleza entlango eqhutywa ngumoya+