Levitikus 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ke mna ndiya kumchasa loo mntu, ndize ndimnqumle phakathi kwabantu bakowabo,+ kuba eyinikele kuMoleki inxalenye yenzala yakhe ukuze ayenze inqambi indawo yam engcwele+ aze alihlambele igama lam elingcwele.+ INdumiso 34:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza okubi,+Ukuze akunqumle ukukhankanywa kwabo emhlabeni.+ Yeremiya 44:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+ 1 Petros 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+
3 Ke mna ndiya kumchasa loo mntu, ndize ndimnqumle phakathi kwabantu bakowabo,+ kuba eyinikele kuMoleki inxalenye yenzala yakhe ukuze ayenze inqambi indawo yam engcwele+ aze alihlambele igama lam elingcwele.+
11 “Ngoko ke utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi, ‘Yabonani, ubuso bam ndibubhekisa kuni ukuba ndinizisele intlekele nokunqunyulwa kukaYuda wonke.+
12 Kuba amehlo+ kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo;+ kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”+