Levitikus 6:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Ukuba umphefumlo uthe wona ngokuthi ungathembeki kuYehova+ waza wasikhohlisa+ isinxulumani sawo ngento eselugcinweni lwawo okanye esisibambiso+ okanye ephangiweyo okanye waqhatha isinxulumani sawo,+ IMizekeliso 12:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Imilebe exokayo iyinto ecekisekayo kuYehova,+ kodwa abo bathembekileyo uyakholiswa ngabo.+ Efese 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+
2 “Ukuba umphefumlo uthe wona ngokuthi ungathembeki kuYehova+ waza wasikhohlisa+ isinxulumani sawo ngento eselugcinweni lwawo okanye esisibambiso+ okanye ephangiweyo okanye waqhatha isinxulumani sawo,+
25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+