1 Kumkani 13:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Wathi yena kuye: “Nam ndingumprofeti njengawe, yaye ingelosi+ ithethile kum ngelizwi likaYehova, isithi, ‘Buya naye niye endlwini yakho ukuze adle isonka asele namanzi.’” (Wamkhohlisa.)+ Yeremiya 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 kwaye baqhubeka bekhohlisana ngamnye neqabane lakhe;+ yaye abathethi nyaniso konke konke. Bafundise ulwimi lwabo ukuthetha ubuxoki.+ Bazidinise nje ngokwenza ububi.+
18 Wathi yena kuye: “Nam ndingumprofeti njengawe, yaye ingelosi+ ithethile kum ngelizwi likaYehova, isithi, ‘Buya naye niye endlwini yakho ukuze adle isonka asele namanzi.’” (Wamkhohlisa.)+
5 kwaye baqhubeka bekhohlisana ngamnye neqabane lakhe;+ yaye abathethi nyaniso konke konke. Bafundise ulwimi lwabo ukuthetha ubuxoki.+ Bazidinise nje ngokwenza ububi.+