Eksodus 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+ Eksodus 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+
10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+
13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+