Eksodus 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Uya kubangenisa uze ubatyale entabeni yelifa lakho+Endaweni emiselweyo, wayilungisa ukuba uhlale kuyo,+ Yehova,Engcweleni yakho,+ Yehova, leyo ziyimiseleyo izandla zakho. Numeri 19:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kodwa umntu ongahlambulukanga aze angazisulungekisi, loo mphefumlo umele unqunyulwe+ ungabikho phakathi kwalo ibandla, ngokuba uyenze inqambi ingcwele kaYehova. Awufefwanga ngamanzi okuhlambulula. Awuhlambulukanga. Duteronomi 23:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngokuba uYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kwenkampu yakho ukuba akuhlangule,+ azinikele iintshaba zakho kuwe;+ ngoko ke imele ibe ngcwele inkampu yakho,+ ukuze angaboni nto ingandilisekanga kuwe aze emke angakupheleki.+ Hezekile 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Ngoko ke ndiphila nje,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ngokuqinisekileyo ngenxa yokuba iyingcwele yam le uyenze inqambi ngezinto zakho zonke ezilizothe+ nangezinto zakho zonke ezicekisekayo,+ nam ndinguLowo uza kukunciphisa+ yaye namehlo am akayi kuba nosizi,+ nam andiyi kubonisa mfesane.+
17 Uya kubangenisa uze ubatyale entabeni yelifa lakho+Endaweni emiselweyo, wayilungisa ukuba uhlale kuyo,+ Yehova,Engcweleni yakho,+ Yehova, leyo ziyimiseleyo izandla zakho.
20 “‘Kodwa umntu ongahlambulukanga aze angazisulungekisi, loo mphefumlo umele unqunyulwe+ ungabikho phakathi kwalo ibandla, ngokuba uyenze inqambi ingcwele kaYehova. Awufefwanga ngamanzi okuhlambulula. Awuhlambulukanga.
14 Ngokuba uYehova uThixo wakho uhambahamba phakathi kwenkampu yakho ukuba akuhlangule,+ azinikele iintshaba zakho kuwe;+ ngoko ke imele ibe ngcwele inkampu yakho,+ ukuze angaboni nto ingandilisekanga kuwe aze emke angakupheleki.+
11 “‘Ngoko ke ndiphila nje,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ngokuqinisekileyo ngenxa yokuba iyingcwele yam le uyenze inqambi ngezinto zakho zonke ezilizothe+ nangezinto zakho zonke ezicekisekayo,+ nam ndinguLowo uza kukunciphisa+ yaye namehlo am akayi kuba nosizi,+ nam andiyi kubonisa mfesane.+