Genesis 38:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Phofu ke, kwathi emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho uzenze ihenyukazi,+ kunjalonje umithi+ ngenxa yokuhenyuza kwakhe.” Ngoko uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+ Levitikus 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “‘Indoda esukuba ithabatha ibhinqa kunye nonina, yihambo evakalala leyo.+ Mayitshiswe ngomlilo yona kunye nabo,+ ukuze kungaqhubeki kukho ihambo evakalala+ phakathi kwenu.
24 Phofu ke, kwathi emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho uzenze ihenyukazi,+ kunjalonje umithi+ ngenxa yokuhenyuza kwakhe.” Ngoko uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+
14 “‘Indoda esukuba ithabatha ibhinqa kunye nonina, yihambo evakalala leyo.+ Mayitshiswe ngomlilo yona kunye nabo,+ ukuze kungaqhubeki kukho ihambo evakalala+ phakathi kwenu.