IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 19:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Umele ke umbingeleli ahlambe izambatho zakhe, ahlambe nomzimba wakhe ngamanzi, yaye emva koko angangena enkampini; kodwa loo mbingeleli uya kuba ngongahlambulukanga kude kuhlwe.

  • 1 Korinte 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kanti abanye kuni babenjalo kanye.+ Kodwa niye nahlanjwa nahlambuluka,+ niye nangcwaliswa,+ niye navakaliswa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu+ nangomoya kaThixo wethu.+

  • Hebhere 10:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 masisondele ngeentliziyo ezinyanisekileyo siqiniseke ngokupheleleyo ngokholo, iintliziyo zethu zifefiwe sasuswa isazela esingendawo+ nemizimba yethu ihlanjwe ngamanzi ahlambulukileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share