Eksodus 29:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Yaye bamele bazidle izinto ekucanyagushelwe ngazo ekumiselweni kwabo, ekungcwalisweni kwabo.+ Kodwa yena owasemzini makangazidli, kuba zingcwele.+ Mateyu 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo baza badla izonka ezingumboniso,+ nto leyo ekwakungekho mthethweni+ ngaye ukuyidla, okanye ngabo wayenabo, ngaphandle kwababingeleli kuphela?+
33 Yaye bamele bazidle izinto ekucanyagushelwe ngazo ekumiselweni kwabo, ekungcwalisweni kwabo.+ Kodwa yena owasemzini makangazidli, kuba zingcwele.+
4 Indlela awangena ngayo endlwini kaThixo baza badla izonka ezingumboniso,+ nto leyo ekwakungekho mthethweni+ ngaye ukuyidla, okanye ngabo wayenabo, ngaphandle kwababingeleli kuphela?+