Genesis 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+ Eksodus 12:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Ke ukuhlala koonyana bakaSirayeli, abahlalayo+ eYiputa,+ yiminyaka engamakhulu amane anamashumi amathathu.+
13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+
40 Ke ukuhlala koonyana bakaSirayeli, abahlalayo+ eYiputa,+ yiminyaka engamakhulu amane anamashumi amathathu.+