Genesis 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi uRakeli: “UThixo undigwebele+ kwaye uye waliphulaphula nelizwi lam, waza wandinika unyana.” Kungenxa yoko le nto wamthiya igama elinguDan.+
6 Wathi uRakeli: “UThixo undigwebele+ kwaye uye waliphulaphula nelizwi lam, waza wandinika unyana.” Kungenxa yoko le nto wamthiya igama elinguDan.+