Duteronomi 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ade uYehova abanike ukuphumla abazalwana benu, kunye nani, balidle ilifa nabo ilizwe elo abanika lona uYehova uThixo wenu phesheya kweYordan; nize ke emva koko nibuye, ngamnye aye elifeni lakhe endininike lona.’+ Yoshuwa 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngoko uYoshuwa walithabatha lonke ilizwe, njengako konke uYehova awakuthembisa uMoses,+ wandula ke uYoshuwa walinika uSirayeli njengelifa ngokwezabelo zakhe, ngokwezizwe zakhe.+ Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+ Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+ INdumiso 44:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+
20 ade uYehova abanike ukuphumla abazalwana benu, kunye nani, balidle ilifa nabo ilizwe elo abanika lona uYehova uThixo wenu phesheya kweYordan; nize ke emva koko nibuye, ngamnye aye elifeni lakhe endininike lona.’+
23 Ngoko uYoshuwa walithabatha lonke ilizwe, njengako konke uYehova awakuthembisa uMoses,+ wandula ke uYoshuwa walinika uSirayeli njengelifa ngokwezabelo zakhe, ngokwezizwe zakhe.+ Yaye ilizwe alizange liphazanyiswe yimfazwe.+
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
2 Wena wazigxotha iintshaba ngesandla sakho,+Waza esikhundleni soko wabatyala.+Wawaphula amaqela eentlanga waza wawandulula.+