IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Elo lizwe salihlutha ngelo xesha; ukusuka eArohere,+ engakwintlambo yeArnon, nesiqingatha sommandla weentaba waseGiliyadi, nezixeko zawo ndazinika amaRubhen namaGadi.+

  • Yoshuwa 1:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuqala xa uYehova ebaphumzile abazalwana benu, njengani, balidla ilifa ilizwe uYehova uThixo wenu abanike lona,+ nani nimele nibuyele kwilizwe eninikwe ukuba nilime nize nilidle ilifa,+ elo uMoses umkhonzi kaYehova aninike lona nganeno kweYordan ngasempumalanga.’”+

  • Yoshuwa 13:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 AmaRubhen namaGadi kunye nesinye isiqingatha sesizwe, alithabatha ilifa lawo uMoses awawanika lona ngaphesheya kweYordan ukuya ngasempuma, kanye njengoko uMoses umkhonzi kaYehova wayewanikile,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share