Eksodus 12:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Woba mnye umthetho kwinzalelwane nakowasemzini ophambukele phakathi kwenu.”+ Levitikus 24:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “‘Masibe sinye isigwebo senu. Esomphambukeli masifane nesalowo uyinzalelwane,+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+ Duteronomi 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 abantwana benu, abafazi benu,+ nomphambukeli+ ophakathi kwenkampu yakho, kususela kotheza iinkuni zakho kuse kokha amanzi akho,+ Duteronomi 31:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho. Roma 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba akukho kukhetha buso kuThixo.+
22 “‘Masibe sinye isigwebo senu. Esomphambukeli masifane nesalowo uyinzalelwane,+ ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.’”+
11 abantwana benu, abafazi benu,+ nomphambukeli+ ophakathi kwenkampu yakho, kususela kotheza iinkuni zakho kuse kokha amanzi akho,+
12 Uze ubahlanganise abantu,+ amadoda nabafazi nabantwana nomphambukeli wakho osemasangweni akho, ukuze baphulaphule nokuze bafunde,+ bamoyike uYehova uThixo wenu,+ bakunyamekele ukuwenza onke amazwi alo mthetho.