Eksodus 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Wawungasuki phambi kwabantu umqulu welifu emini nomqulu womlilo ebusuku.+ Duteronomi 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 owayehamba phambi kwenu endleleni ukuba anihlolele indawo yokumisa iinkampu zenu,+ ngomlilo ebusuku ukuze anibonise indlela enohamba ngayo nangelifu ngexesha lasemini.+ Nehemiya 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kodwa ngobuninzi benceba yakho akuzange ubashiye+ entlango. Umqulu welifu awuzange uyeke ukubakhokela endleleni emini, nomqulu womlilo awuzange uyeke ukubakhanyisela indlela+ ababefanele bahambe ngayo ebusuku.+
33 owayehamba phambi kwenu endleleni ukuba anihlolele indawo yokumisa iinkampu zenu,+ ngomlilo ebusuku ukuze anibonise indlela enohamba ngayo nangelifu ngexesha lasemini.+
19 kodwa ngobuninzi benceba yakho akuzange ubashiye+ entlango. Umqulu welifu awuzange uyeke ukubakhokela endleleni emini, nomqulu womlilo awuzange uyeke ukubakhanyisela indlela+ ababefanele bahambe ngayo ebusuku.+