ABagwebi 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye xa uYehova wayebavelisela abagwebi,+ uYehova wayesiba nomgwebi lowo, yaye wayebahlangula kwisandla seentshaba zabo yonke imihla yomgwebi lowo; kuba uYehova wayezisola+ ngokugcuma kwabo ngenxa yabacinezeli babo+ nabo babebatyhalatyhala. ABagwebi 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko ndanihlangula esandleni seYiputa nasesandleni sabo bonke abacinezeli benu ndaza ndabagxotha phambi kwenu, ndaninika ilizwe labo.+
18 Yaye xa uYehova wayebavelisela abagwebi,+ uYehova wayesiba nomgwebi lowo, yaye wayebahlangula kwisandla seentshaba zabo yonke imihla yomgwebi lowo; kuba uYehova wayezisola+ ngokugcuma kwabo ngenxa yabacinezeli babo+ nabo babebatyhalatyhala.
9 Ngoko ndanihlangula esandleni seYiputa nasesandleni sabo bonke abacinezeli benu ndaza ndabagxotha phambi kwenu, ndaninika ilizwe labo.+