IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ABagwebi 3:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Wathi akufika apho wavuthela isigodlo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim;+ baza oonyana bakaSirayeli behla naye kummandla weentaba, yena ebakhokela.

  • ABagwebi 7:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Koko amabutho amathathu avuthela izigodlo+ zawo aza azaphula iingqayi ezinkulu, aziphatha ngezandla zasekhohlo izikhuni zomlilo zawo kwaye ngezandla zawo zasekunene aphatha izigodlo awayezivuthela, aza amemeza, athi: “Ikrele likaYehova+ nelikaGidiyon!”

  • 2 Kronike 13:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye, khangela! uTHIXO oyinyaniso+ unathi kunye nababingeleli bakhe+ namaxilongo okuduma+ ukuvakalisa isandi sokulumkisa ngedabi nxamnye nani. Owu bonyana bakaSirayeli, musani ukulwa nxamnye noYehova uTHIXO wookhokho benu,+ kuba aniyi kuba nampumelelo.”+

  • 1 Korinte 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba eneneni, ukuba ixilongo livakalisa ubizo olungaqondakaliyo, ngubani na oya kulungela idabi?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share