Eksodus 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+ Levitikus 11:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Ngokuba ndinguYehova onikhuphe ezweni laseYiputa ukuba ndibe nguThixo wenu;+ yaye ke nina nimele nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+
7 Ngokuqinisekileyo ndonithabatha nibe sisizwana sam,+ ndize ngokwenene ndizingqine ndinguThixo wenu;+ yaye niya kwazi ngokuqinisekileyo ukuba ndinguYehova uThixo wenu onikhuphayo phantsi koxanduva lwamaYiputa.+
45 Ngokuba ndinguYehova onikhuphe ezweni laseYiputa ukuba ndibe nguThixo wenu;+ yaye ke nina nimele nibe ngcwele,+ kuba ndingcwele mna.+