Genesis 30:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wathi uRakeli: “UThixo undigwebele+ kwaye uye waliphulaphula nelizwi lam, waza wandinika unyana.” Kungenxa yoko le nto wamthiya igama elinguDan.+ Genesis 46:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Oonyana bakaDan+ yayinguHushim.+ Numeri 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yakwaDan soba ngasentla ngokwemikhosi yabo, yaye isikhulu soonyana bakaDan nguAhiyezere+ unyana ka-Amishadayi. Numeri 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kwaza kwanduluka isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yoonyana bakaDan+ esasinamajoni akhusele+ iinkampu zonke ngokwemikhosi yabo, inguAhiyezere+ unyana ka-Amishadayi phezu komkhosi waso. Numeri 26:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Ngabo aba oonyana bakaDan+ ngokweentsapho zabo: KuShuham yintsapho yamaShuham. Zizo ezo iintsapho zakwaDan+ ngokweentsapho zabo.
6 Wathi uRakeli: “UThixo undigwebele+ kwaye uye waliphulaphula nelizwi lam, waza wandinika unyana.” Kungenxa yoko le nto wamthiya igama elinguDan.+
25 “Isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yakwaDan soba ngasentla ngokwemikhosi yabo, yaye isikhulu soonyana bakaDan nguAhiyezere+ unyana ka-Amishadayi.
25 Kwaza kwanduluka isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yoonyana bakaDan+ esasinamajoni akhusele+ iinkampu zonke ngokwemikhosi yabo, inguAhiyezere+ unyana ka-Amishadayi phezu komkhosi waso.
42 Ngabo aba oonyana bakaDan+ ngokweentsapho zabo: KuShuham yintsapho yamaShuham. Zizo ezo iintsapho zakwaDan+ ngokweentsapho zabo.