Numeri 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 koonyana bakaYosefu:+ kwaEfrayim,+ nguElishama unyana ka-Amihudi; kwaManase,+ nguGamaliyeli unyana kaPedatsure; Numeri 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yakwaEfrayim+ soba ngasentshona ngokwemikhosi yabo, yaye isikhulu soonyana bakaEfrayim nguElishama+ unyana ka-Amihudi.
10 koonyana bakaYosefu:+ kwaEfrayim,+ nguElishama unyana ka-Amihudi; kwaManase,+ nguGamaliyeli unyana kaPedatsure;
18 “Isahlulo sezizwe ezithathu senkampu yakwaEfrayim+ soba ngasentshona ngokwemikhosi yabo, yaye isikhulu soonyana bakaEfrayim nguElishama+ unyana ka-Amihudi.