IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ekuhambeni kwexesha waba ngumphunga umbethe lowo kwaza kwabakho into ejiyileyo necolekileyo phezu kwentlango,+ icoleke njengeqabaka+ phezu komhlaba.

  • Nehemiya 9:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Yaye wabanika umoya wakho olungileyo+ ukuze ubenze babe nengqiqo, nomlomo wabo+ akuwuvimbanga imana yakho, wabanika amanzi ngenxa yonxano lwabo.+

  • Yohane 6:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ookhokho bethu badla imana+ entlango, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa, ‘Wabanika isonka esivela ezulwini ukuba batye.’”+

  • Yohane 6:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Kuba isonka sikaThixo ngulowo uhla evela ezulwini aze alinike ubomi ihlabathi.”

  • Yohane 6:51
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 Ndim isonka esiphilayo esehla sivela ezulwini; ukuba nabani na utya kwesi sonka uya kuphila ngonaphakade; yaye, enyanisweni, isonka endiya kusinikela yinyama yam+ ngenxa yobomi behlabathi.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share