Levitikus 13:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Yonke imihla esikhoyo kuye isibetho, woba ngongahlambulukanga. Akahlambulukanga. Ufanele ahlale yedwa. Ahlale ngaphandle kwenkampu.+ Numeri 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+
46 Yonke imihla esikhoyo kuye isibetho, woba ngongahlambulukanga. Akahlambulukanga. Ufanele ahlale yedwa. Ahlale ngaphandle kwenkampu.+
2 “Bayalele oonyana bakaSirayeli ukuba bakhuphe enkampini wonke umntu oneqhenqa+ naye wonk’ ubani obhobhozayo+ naye wonk’ ubani ongahlambulukanga ngenxa yomphefumlo oswelekileyo.+