Duteronomi 9:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 hleze lithi ilizwe+ osikhuphe kulo: “Kungokuba akakwazanga uYehova ukubangenisa kulo ilizwe awabathembisa lona, yaye kungokuba ebathiyile le nto ebakhuphile ukuze ababulalele entlango.”+ Duteronomi 32:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+ Yoshuwa 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+
28 hleze lithi ilizwe+ osikhuphe kulo: “Kungokuba akakwazanga uYehova ukubangenisa kulo ilizwe awabathembisa lona, yaye kungokuba ebathiyile le nto ebakhuphile ukuze ababulalele entlango.”+
27 Ukuba nje bendingoyikiseli ukuqunjiswa lutshaba,+Hleze iintshaba zabo zingaqondi,+Zithi: “Isandla sethu songamile,+Akwenziwanga nguYehova oku konke.”+
9 AmaKanan nabo bonke abemi belizwe baya kukuva oko, yaye ngokuqinisekileyo baya kusingqonga baze balinqumle igama lethu emhlabeni;+ yaye uya kwenza ntoni na ngenxa yegama lakho elikhulu?”+