Numeri 13:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Noko ke uKalebhi+ wazama ukubazolisa abantu phambi koMoses wathi: “Masinyuke singqale, silihluthe, ngokuba ngokuqinisekileyo sinako ukuloyisa.”+ Numeri 26:65 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 65 Ngokuba uYehova wayethe ngabo: “Ngokuqinisekileyo baya kufela entlango.”+ Ngoko akusalanga namnye kubo ngaphandle koKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+
30 Noko ke uKalebhi+ wazama ukubazolisa abantu phambi koMoses wathi: “Masinyuke singqale, silihluthe, ngokuba ngokuqinisekileyo sinako ukuloyisa.”+
65 Ngokuba uYehova wayethe ngabo: “Ngokuqinisekileyo baya kufela entlango.”+ Ngoko akusalanga namnye kubo ngaphandle koKalebhi unyana kaYefune noYoshuwa unyana kaNun.+