Numeri 14:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yini na ukuba uYehova asizise kweli lizwe ukuze siwe likrele?+ Abafazi nabantwana bethu baza kuphangwa.+ Akusilungele na kanye ukuba sibuyele eYiputa?”+ Duteronomi 1:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Ke abantwana benu enathi ngabo: “Baya kuphangwa!”+ noonyana benu abangakwaziyo namhlanje okulungileyo nokubi, bona baya kungena khona, ndiya kulinika bona, balidle ilifa.
3 Yini na ukuba uYehova asizise kweli lizwe ukuze siwe likrele?+ Abafazi nabantwana bethu baza kuphangwa.+ Akusilungele na kanye ukuba sibuyele eYiputa?”+
39 Ke abantwana benu enathi ngabo: “Baya kuphangwa!”+ noonyana benu abangakwaziyo namhlanje okulungileyo nokubi, bona baya kungena khona, ndiya kulinika bona, balidle ilifa.