10 Yabona uYehova undigcine ndiphila,+ kanye njengoko wayethembisile,+ le minyaka ingamashumi amane anesihlanu kususela oko uYehova wenza esi sithembiso kuMoses xa uSirayeli wayehamba entlango,+ ke ngoku ndineminyaka engamashumi asibhozo anesihlanu ubudala.