Hezekile 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Uzenze unongogo woonyana baseYiputa,+ abamelwane bakho abakhulu ngenyama,+ wabenza baphuphuma ubunongogo bakho ukuze undicaphukise. Yakobi 4:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+
26 Uzenze unongogo woonyana baseYiputa,+ abamelwane bakho abakhulu ngenyama,+ wabenza baphuphuma ubunongogo bakho ukuze undicaphukise.
4 Bakrexezikazindini,+ anazi na ukuba ubuhlobo kunye nehlabathi bubutshaba kunye noThixo?+ Nabani na, ke ngoko, ofuna ukuba ngumhlobo+ wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+