Duteronomi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwathi ngonyaka wamashumi amane,+ ngenyanga yeshumi elinanye, ngolokuqala enyangeni leyo, wathetha uMoses koonyana bakaSirayeli ngako konke uYehova awayemyalele kona ngabo, Duteronomi 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Iintsuku esazihambayo ukusuka eKadeshe-bharneya sada sawela intlambo yeZerede zaba yiminyaka engamashumi amathathu anesibhozo, sada saphela sonke eso sizukulwana samadoda emfazwe phakathi kwenkampu, kanye njengoko wawafungelayo uYehova.+
3 Kwathi ngonyaka wamashumi amane,+ ngenyanga yeshumi elinanye, ngolokuqala enyangeni leyo, wathetha uMoses koonyana bakaSirayeli ngako konke uYehova awayemyalele kona ngabo,
14 Iintsuku esazihambayo ukusuka eKadeshe-bharneya sada sawela intlambo yeZerede zaba yiminyaka engamashumi amathathu anesibhozo, sada saphela sonke eso sizukulwana samadoda emfazwe phakathi kwenkampu, kanye njengoko wawafungelayo uYehova.+