IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 3:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Nize ningaboyiki, ngokuba uYehova uThixo wenu Nguye onilwelayo.’+

  • Duteronomi 31:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+

  • INdumiso 20:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ezinye ngokuphathelele iinqwelo ezinye ngokuphathelele amahashe,+

      Kodwa, ke thina, ngokuphathelele igama likaYehova uThixo wethu siya kumkhankanya.+

  • INdumiso 46:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+

      UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.

  • IMizekeliso 21:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ihashe lilungiselelwa imini yedabi,+ kodwa usindiso lolukaYehova.+

  • Roma 8:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share