Numeri 16:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Bawa ngobuso bathi: “Owu Thixo, Thixo woomoya benyama yonke,+ kone umntu wamnye nje ucaphukela indibano iphela na?”+ Yeremiya 26:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+ Yona 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye amemeza kuYehova esithi:+ “Awu, Yehova, nceda, masingatshabalali ngenxa yomphefumlo wale ndoda! Uze ungalibeki kuthi igazi elimsulwa,+ ekubeni wena Yehova wenze ngokuvumelana noko uyoliswa kuko!”+
22 Bawa ngobuso bathi: “Owu Thixo, Thixo woomoya benyama yonke,+ kone umntu wamnye nje ucaphukela indibano iphela na?”+
15 Kuphela nje nifanele nazi ngandlela zonke ukuba, ukuba niyandibulala, nibeka igazi elimsulwa phezu kwenu naphezu kwesi sixeko naphezu kwabemi baso,+ kuba ngokwenyaniso uYehova undithumile ukuba ndithethe ezindlebeni zenu onke la mazwi.”+
14 Yaye amemeza kuYehova esithi:+ “Awu, Yehova, nceda, masingatshabalali ngenxa yomphefumlo wale ndoda! Uze ungalibeki kuthi igazi elimsulwa,+ ekubeni wena Yehova wenze ngokuvumelana noko uyoliswa kuko!”+