Yoshuwa 8:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye wamxhoma ukumkani waseAyi+ esibondeni de kwangokuhlwa;+ kwaye njengoko ilanga laliseliza kutshona uYoshuwa wanikela umyalelo, baza basithula+ esibondeni isidumbu sakhe basiphosa esangweni lesixeko yaye bemisa imfumba enkulu yamatye phezu kwaso, de kube namhla. Yohane 19:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngoko amaYuda, ekubeni yayiyimini yokuLungiselela,+ ukuze imizimba ingahlali+ kwizibonda zentuthumbo ngeSabatha, (kuba imini yaloo Sabatha yayiyileyo inkulu,)+ acela kuPilato ukuba imilenze yabo yaphulwe ize imizimba leyo isuswe.
29 Yaye wamxhoma ukumkani waseAyi+ esibondeni de kwangokuhlwa;+ kwaye njengoko ilanga laliseliza kutshona uYoshuwa wanikela umyalelo, baza basithula+ esibondeni isidumbu sakhe basiphosa esangweni lesixeko yaye bemisa imfumba enkulu yamatye phezu kwaso, de kube namhla.
31 Ngoko amaYuda, ekubeni yayiyimini yokuLungiselela,+ ukuze imizimba ingahlali+ kwizibonda zentuthumbo ngeSabatha, (kuba imini yaloo Sabatha yayiyileyo inkulu,)+ acela kuPilato ukuba imilenze yabo yaphulwe ize imizimba leyo isuswe.