Genesis 38:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Phofu ke, kwathi emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho uzenze ihenyukazi,+ kunjalonje umithi+ ngenxa yokuhenyuza kwakhe.” Ngoko uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+ Duteronomi 22:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oyikhuphela esangweni lendlu kayise loo ntombazana, ayigibisele ngamatye amadoda esixeko sakowayo, ife, ngokuba yenze ubudenge obulihlazo+ kwaSirayeli ngokuthi ibe ngunongogo endlwini kayise.+ Ubususe ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+ INdumiso 141:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Intliziyo yam musa ukuyithobela nantoni na embi,+Ukuba iqhubeke nezenzo ezibi ngobungendawo+Kunye nabantu abaqhelisela okwenzakalisayo,+Ukuze ndingadli izinto zabo ezimnandi.+ Hoseya 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuqaliseni kokufika kwelizwi likaYehova kuHoseya, wathi uYehova kuHoseya: “Yiya,+ uzithabathele umfazi wobuhenyu nabantwana bobuhenyu, ngenxa yokuba ngohenyuzo ilizwe limkile ekulandeleni uYehova.”+
24 Phofu ke, kwathi emva kweenyanga ezintathu, waxelelwa uYuda kwathiwa: “UTamare umolokazana wakho uzenze ihenyukazi,+ kunjalonje umithi+ ngenxa yokuhenyuza kwakhe.” Ngoko uYuda wathi: “Mkhupheni atshiswe.”+
21 oyikhuphela esangweni lendlu kayise loo ntombazana, ayigibisele ngamatye amadoda esixeko sakowayo, ife, ngokuba yenze ubudenge obulihlazo+ kwaSirayeli ngokuthi ibe ngunongogo endlwini kayise.+ Ubususe ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+
4 Intliziyo yam musa ukuyithobela nantoni na embi,+Ukuba iqhubeke nezenzo ezibi ngobungendawo+Kunye nabantu abaqhelisela okwenzakalisayo,+Ukuze ndingadli izinto zabo ezimnandi.+
2 Ekuqaliseni kokufika kwelizwi likaYehova kuHoseya, wathi uYehova kuHoseya: “Yiya,+ uzithabathele umfazi wobuhenyu nabantwana bobuhenyu, ngenxa yokuba ngohenyuzo ilizwe limkile ekulandeleni uYehova.”+