Eksodus 20:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Uze ungakrexezi.+ Levitikus 20:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Indoda ekrexeza nomfazi wenye indoda ikrexeze nomfazi wedlelane layo.+ Makabulawe afe umkrexezi lowo, kwanomkrexezikazi.+ Yohane 8:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Nenza imisebenzi kayihlo.” Athi kuye: “Asizange sizalwe ngohenyuzo; sinoBawo omnye,+ uThixo.” Hebhere 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ukuba ke aniqeqeshwa njengabo bonke abanye, ngokwenene beniya kuba niyimigqakhwe,+ kungekhona oonyana.
10 “‘Indoda ekrexeza nomfazi wenye indoda ikrexeze nomfazi wedlelane layo.+ Makabulawe afe umkrexezi lowo, kwanomkrexezikazi.+
8 Ukuba ke aniqeqeshwa njengabo bonke abanye, ngokwenene beniya kuba niyimigqakhwe,+ kungekhona oonyana.