Duteronomi 20:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Nguwuphi na umntu ogane umfazi waza akamthabatha? Makahambe abuyele endlwini+ yakhe, kuba hleze afele edabini aze athatyathwe mntu wumbi.’ Luka 14:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ukanti omnye wathi, ‘Ndisandul’ ukutshata,+ ngenxa yoko andinakuza.’
7 Nguwuphi na umntu ogane umfazi waza akamthabatha? Makahambe abuyele endlwini+ yakhe, kuba hleze afele edabini aze athatyathwe mntu wumbi.’