Duteronomi 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ufanele umnike, yaye ingavimbi intliziyo yakho ekumnikeni kwakho,+ ngokuba ngenxa yoko wokusikelela uYehova uThixo wakho kuko konke okwenzayo.+ IMizekeliso 11:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+ IMizekeliso 14:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Odelela idlelane lakhe uyona,+ kodwa unoyolo obabala abaxhwalekileyo.+ IMizekeliso 19:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Obabala isisweli uboleka uYehova,+ yaye impatho yakhe uya kumbuyekeza ngayo.+ Luka 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+ 2 Korinte 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa mayela noku, lowo uhlwayela ngokuvimba+ uya kuvuna ngokuvimba; yaye lowo uhlwayela ngokuyintabalala+ uya kuvuna intabalala. 1 Yohane 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa nabani na onezinto zokuxhasa ubomi+ zeli hlabathi aze abone umzalwana wakhe eswele,+ kodwa azivalele iimfesane zakhe kuye,+ lungathini na ukuhlala kuye uthando lukaThixo?+
10 Ufanele umnike, yaye ingavimbi intliziyo yakho ekumnikeni kwakho,+ ngokuba ngenxa yoko wokusikelela uYehova uThixo wakho kuko konke okwenzayo.+
24 Kukho ochithachithayo kodwa abe esanda;+ ukwakho ozinqandayo kokulungileyo, kodwa umphumo kukuswela kuphela.+
38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+
6 Kodwa mayela noku, lowo uhlwayela ngokuvimba+ uya kuvuna ngokuvimba; yaye lowo uhlwayela ngokuyintabalala+ uya kuvuna intabalala.
17 Kodwa nabani na onezinto zokuxhasa ubomi+ zeli hlabathi aze abone umzalwana wakhe eswele,+ kodwa azivalele iimfesane zakhe kuye,+ lungathini na ukuhlala kuye uthando lukaThixo?+