Numeri 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye bamele balibeke igama lam+ phezu koonyana bakaSirayeli, ukuze ndibasikelele.”+ 2 Kronike 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+ Isaya 43:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+ Isaya 63:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kangangexesha elide siye sanjengabo ungazange ubalawule, njengabo igama lakho lingazange libizwe phezu kwabo.+ Daniyeli 9:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Nceda usiphulaphule,+ Yehova. Nceda usixolele,+ Yehova. Nceda unikele ingqalelo kuthi Yehova, uze wenze.+ Nceda ungalibazisi,+ ngenxa yegama lakho, Thixo wam, kuba isixeko sakho nabantu bakho babizwa ngalo igama lakho.”+ IZenzo 15:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ukuze abo baseleyo ebantwini bamfune ngenyameko uYehova, ndawonye nabantu beentlanga zonke, abantu ababizwa ngegama lam, utsho uYehova, ozenzayo ezi zinto,+
14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “ningumkhonzi wam endimnyulileyo,+ ukuze nazi,+ nikholwe kum,+ niqonde ukuba ikwaNdim.+ Phambi kwam akuzange kuyilwe Thixo,+ nasemva kwam akubangakho namnye.+
19 Kangangexesha elide siye sanjengabo ungazange ubalawule, njengabo igama lakho lingazange libizwe phezu kwabo.+
19 Nceda usiphulaphule,+ Yehova. Nceda usixolele,+ Yehova. Nceda unikele ingqalelo kuthi Yehova, uze wenze.+ Nceda ungalibazisi,+ ngenxa yegama lakho, Thixo wam, kuba isixeko sakho nabantu bakho babizwa ngalo igama lakho.”+
17 ukuze abo baseleyo ebantwini bamfune ngenyameko uYehova, ndawonye nabantu beentlanga zonke, abantu ababizwa ngegama lam, utsho uYehova, ozenzayo ezi zinto,+