IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 22:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waza wothuka kakhulu uMowabhi ngaba bantu, ngokuba babebaninzi; yaye wagubha lunkwantyo uMowabhi ngenxa yoonyana bakaSirayeli.+

  • Duteronomi 11:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Akukho mntu uya kumelana ngokuqinileyo nani.+ UYehova uThixo wenu uya kubenza bankwantye nini yaye banoyike bonke abasezweni+ eniya kunyathela kulo, kanye njengoko enithembisile.

  • Yoshuwa 5:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Yaye kwathi kamsinya nje xa bonke ookumkani bama-Amori,+ ababekwicala laseYordan ngasentshona, nabo bonke ookumkani bamaKanan,+ ababengaselwandle, bevayo ukuba uYehova wawomisa amanzi aseYordan phambi koonyana bakaSirayeli de bawela, zandula iintliziyo zabo zaqalisa ukunyibilika,+ yaye akuzange kuphinde kubekho kudlamka kubo ngenxa yoonyana bakaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share