Levitikus 26:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 ngokuqinisekileyo ndoninika iziphango zenu zemvula ngexesha lazo elifanelekileyo,+ lize ilizwe lininike ngenene imveliso yalo,+ nemithi yentsimi ivelise iziqhamo zayo.+ Duteronomi 11:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 ngokuqinisekileyo nam ndiya kulinika imvula ilizwe lenu ngexesha layo elimisiweyo,+ imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo,+ yaye eneneni uya kubutha ukudla kwakho okuziinkozo newayini yakho entsha neoli yakho. Yeremiya 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Phakathi kwezithixo ezililize+ bakho na abanganisa imvula, okanye namazulu ngokwawo angawunisa na umvumbi?+ Asinguwe na, Yehova Thixo wethu?+ Sithembe wena, kuba nguwe ozenzileyo zonke ezi zinto.+
4 ngokuqinisekileyo ndoninika iziphango zenu zemvula ngexesha lazo elifanelekileyo,+ lize ilizwe lininike ngenene imveliso yalo,+ nemithi yentsimi ivelise iziqhamo zayo.+
14 ngokuqinisekileyo nam ndiya kulinika imvula ilizwe lenu ngexesha layo elimisiweyo,+ imvula yasekwindla nemvula yasentwasahlobo,+ yaye eneneni uya kubutha ukudla kwakho okuziinkozo newayini yakho entsha neoli yakho.
22 Phakathi kwezithixo ezililize+ bakho na abanganisa imvula, okanye namazulu ngokwawo angawunisa na umvumbi?+ Asinguwe na, Yehova Thixo wethu?+ Sithembe wena, kuba nguwe ozenzileyo zonke ezi zinto.+