IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 14:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Ngoko ke umLevi,+ ngokuba engenasabelo nalifa ndawonye nawe, nomphambukeli+ nenkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ abasemasangweni akho, bamele beze, badle banele; ukuze akusikelele+ uYehova uThixo wakho kuko konke esikwenzayo+ isandla sakho.

  • Duteronomi 15:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ufanele umnike, yaye ingavimbi intliziyo yakho ekumnikeni kwakho,+ ngokuba ngenxa yoko wokusikelela uYehova uThixo wakho kuko konke okwenzayo.+

  • INdumiso 67:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UThixo uya kusisikelela,+

      Yaye zonke iziphelo zomhlaba ziya kumoyika.+

  • INdumiso 115:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Uya kubasikelela abo boyika uYehova,+

      Abancinane kwakunye nabakhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share