1 Samuweli 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngako oko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye basaba ngamnye esiya ententeni yakhe;+ kwaba kukhulu kakhulu ukubulawa ngogonyamelo,+ kangangokuba kuSirayeli kwawa amawaka angamashumi amathathu amadoda ahamba ngeenyawo.+ 2 Kumkani 14:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye uYuda woyiswa phambi koSirayeli,+ kangangokuba basaba, ngamnye waya ententeni yakhe.
10 Ngako oko alwa amaFilisti waza uSirayeli woyiswa,+ yaye basaba ngamnye esiya ententeni yakhe;+ kwaba kukhulu kakhulu ukubulawa ngogonyamelo,+ kangangokuba kuSirayeli kwawa amawaka angamashumi amathathu amadoda ahamba ngeenyawo.+