Duteronomi 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kwathi ngonyaka wamashumi amane,+ ngenyanga yeshumi elinanye, ngolokuqala enyangeni leyo, wathetha uMoses koonyana bakaSirayeli ngako konke uYehova awayemyalele kona ngabo, Duteronomi 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na. Amosi 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ yaye ndanihambisa entlango iminyaka emashumi mane,+ ukuze nilidle ilifa ilizwe lomAmori.+
3 Kwathi ngonyaka wamashumi amane,+ ngenyanga yeshumi elinanye, ngolokuqala enyangeni leyo, wathetha uMoses koonyana bakaSirayeli ngako konke uYehova awayemyalele kona ngabo,
2 Uze uyikhumbule yonke indlela akuhambise ngayo uYehova uThixo wakho kule minyaka ingamashumi amane entlango,+ ukuba akuthobe,+ akuvavanye+ ukuze akwazi okusentliziyweni yakho,+ ukuba woyigcina imiyalelo yakhe okanye akunjalo kusini na.
10 Ndaninyusa kwilizwe laseYiputa,+ yaye ndanihambisa entlango iminyaka emashumi mane,+ ukuze nilidle ilifa ilizwe lomAmori.+