Eksodus 34:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+ Daniyeli 9:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaMoses,+ yonke le ntlekele—isifikele,+ yaye asimbongozanga uYehova uThixo wethu ngokubuya kwisiphoso sethu,+ siqiqe ngenyaniso yakho.+
27 Waqhubeka wathi uYehova kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo la mazwi ndenza umnqophiso kunye nawe noSirayeli.”+
13 Kanye njengoko kubhaliwe emthethweni kaMoses,+ yonke le ntlekele—isifikele,+ yaye asimbongozanga uYehova uThixo wethu ngokubuya kwisiphoso sethu,+ siqiqe ngenyaniso yakho.+