Duteronomi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+ Hebhere 10:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+
10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+
25 singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye,+ njengoko kulisiko labathile ukwenjenjalo, kodwa masikhuthazane,+ ngokungakumbi njengoko nibona ukuba imini iyasondela.+