Duteronomi 31:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngokuba mna—mna lo ndiyazi kakuhle imvukelo yenu+ nobuntamo-lukhuni benu.+ Njengoko niye namvukela uYehova ngoxa ndisaphila kunye nani,+ kazi kobeka phi na ke emva kokufa kwam! ABagwebi 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye kwakusithi akufa umgwebi bajike baze benze ngokonakala kunooyise ngokulandela abanye oothixo ukuze babakhonze baze baqubude kubo.+ Abazange baluyeke uqheliselo lwabo nokuziphatha kwabo ngeenkani.+ INdumiso 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Lowo ungenangqiqo uthe entliziyweni yakhe:“Akakho uYehova.”+Benze ngokonakala,+ ziyacekiseka izenzo zabo.Akukho namnye owenza okulungileyo.+
27 Ngokuba mna—mna lo ndiyazi kakuhle imvukelo yenu+ nobuntamo-lukhuni benu.+ Njengoko niye namvukela uYehova ngoxa ndisaphila kunye nani,+ kazi kobeka phi na ke emva kokufa kwam!
19 Yaye kwakusithi akufa umgwebi bajike baze benze ngokonakala kunooyise ngokulandela abanye oothixo ukuze babakhonze baze baqubude kubo.+ Abazange baluyeke uqheliselo lwabo nokuziphatha kwabo ngeenkani.+
14 Lowo ungenangqiqo uthe entliziyweni yakhe:“Akakho uYehova.”+Benze ngokonakala,+ ziyacekiseka izenzo zabo.Akukho namnye owenza okulungileyo.+