Malaki 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Wona ke umnqophiso wam, ubunaye, lowo wobomi nowoxolo,+ yaye ndamnika oko, kunye noloyiko. Kwaye waqhubeka endoyika;+ ewe, ngenxa yegama lam wangenwa lunkwantyo.+
5 “Wona ke umnqophiso wam, ubunaye, lowo wobomi nowoxolo,+ yaye ndamnika oko, kunye noloyiko. Kwaye waqhubeka endoyika;+ ewe, ngenxa yegama lam wangenwa lunkwantyo.+