Duteronomi 18:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokuba nguye uYehova uThixo wakho amnyulileyo ezizweni zakho zonke ukuba eme alungiselele egameni likaYehova, yena noonyana bakhe, ngamaxesha onke.+ Malaki 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Wona kanye umthetho wenyaniso waba semlonyeni wakhe,+ yaye akuzange kufumaneke ntswela-bulungisa emilebeni yakhe. Wahamba nam ngoxolo nangokuthe tye,+ yaye babebaninzi nabo wababuyisayo kwisiphoso sabo.+
5 Ngokuba nguye uYehova uThixo wakho amnyulileyo ezizweni zakho zonke ukuba eme alungiselele egameni likaYehova, yena noonyana bakhe, ngamaxesha onke.+
6 Wona kanye umthetho wenyaniso waba semlonyeni wakhe,+ yaye akuzange kufumaneke ntswela-bulungisa emilebeni yakhe. Wahamba nam ngoxolo nangokuthe tye,+ yaye babebaninzi nabo wababuyisayo kwisiphoso sabo.+