INdumiso 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+ Amosi 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘Esangweni bamthiyile owohlwayayo,+ nothetha izinto ezigqibeleleyo bayamcekisa.+
7 Sukuma,+ Yehova! Ndisindise,+ Thixo wam!+Kuba kuya kufuneka uzibethe emhlathini zonke iintshaba zam.+Amazinyo abangendawo kuya kufuneka uwaphule.+